Isigwebo
Appearance
Isiggwebo sisisohlwayo ubukhulu becala, kwaye isenokuthetha ukuthi:
- ngokomthetho:
- Isigwebo (umthetho), umzekelo isigwebo sentambo
- Ukwayo (umthetho), isohlwayo sokutyeshela imigaqo nemithetho, okanye ukuxhatshazwa iinkqubo zomthetho.
- Kwezemidlalo:
- Ukufumana isigwebo (ibhola ekhatywayo e-Amerika) ufumana isohlwayo ngenxa yokokuba iqela lakho liye lophula umthetho.
- Ukufumana isohlwayo sokukhaba (kwibhola ekhatywayo)/(kwibhola yesoka) kukufumana imbuyekezo ngenxa yokokuba elinye iqela lophule umthetho, okanye kubhekiswa kwinkqubo ye-tiebreak apho kungekho mthetho ujongene nokwaphulwa komgaqo wokudlala, kwaye akukho sohlwayo nambuyekezo. Jonga kwindawo yesohlwayo.
- ukwaphulwa kwesivumelwano namanye amakhadi isohlwayo okanye isigwebo sisenokuba ntlantlu mbini ese-"intra-game" apho kufakwa khona amanqaku athe chatha nangadibananga nalo naluphi na ulwaphulo-mthetho umgaqo okanye umthetho, isohlwayo se-"extra-game" solwaphulo mthetho olufana ne-"revoke".
- Isohlwayo (i-ice hockey). jonga ne-Penalty box.
- Isohlwayo (i-rugby)
- Isohlwayo (Brazilian sports manufacturer)
- Kweminye imidlalo, izohlwayo zisenokuthathwa njengeempazamo, okanye ubugwenxa.
- Kwezezimali nebhanki:
- intlawulo etshone ngenxa yokutsalwa kwemali kwi-akhawunti okanye kwi-investment phambi kwexesha
- Intlawulo mali efuneka ngenxa yokungahlawuli ngexesha elkuvunyelenwe ngalo okanye ngenxa yezinye iintlobo zokutyeshela ukuhlawula, njengakwisohlwayo sokungahlawuli i-tax.
- Kumatheko:
- Isohlwayo, umfanekiso bhanya-bhanya.