Isibhakabhaka

Livela
isibhakabhaka nemithi ngexesha lasemini.

isibhakabhaka

isibhakabhaka yile nto sithi xa siyibiza yimbonakalo yeliphakade eliphezu kweentloko zethu. Xa izulu lizolile likwacwengile, lona libaluhlaza ngombala. Ubunzulu balo mbala uluhlaza buyanda ngokuya zijonga phezu kweentloko zethu. Isibhakabhaka, senziwe ngegesi ezizimolecule, siluhlaza ngenxa yokuthi saa kokukhanya kwelanga kusenziwa zezi molecules. iRayleigh scattering zichaza isixa sokusasazeka kokukhanya kwemitha yelanga. Kuthi kuba yonke imibala yomnyama omabalabala idala ukukhanya okumhlophe simelwe kukubona isibhakabhaka esimhlophe, kodwa ukukhanya okuluhlaza kusasazeke ngaphezu kokukhanya okubomvu. Yiyo le nto isibhakabhaka sibonakala siluhlaza (ngosuku olungenamafu).