Ipago pago

Livela

I-Pago Pago ( ibizo-magama : Pango Pango, [ˈpaŋo ˈpaŋo] ) yidolophana yaseAmerican Samoa ekwiNqila yaseMa'Oputasi kwiSithili esiseMpuma, kunye nekomkhulu leAmerican Samoa .

Ifumaneka kumbindi wesiqithi saseTutuila, inommandla we- Template:M kwaye ngokobalo luka-2000, inabemi abangama 4 278 [1] .

Nangona ilikomkhulu elisemthethweni leziqithi, isihlalo semibutho yowiso-mthetho yilali yaseFagatogo [2] .

Inxalenye yommandla wale lali ikwiAmerican Samoa National Park .

NgoSeptemba 29 , 2009, iPago Pago yonakaliswa kakhulu yitsunami emva kwenyikima enomlinganiselo we-8.2 kwi-Richter Scale.

  1. "American FactFinder" 
  2. Costituzione delle Samoa Americane