Inyikima

Livela
inyikima kwihlabathi ezona ndawo apho iqala khona inyikima, ngeminyaka yoo-1963–1998
iintshukumo zomhlaba kwihlabathi

inyikima (nebikwabizwa ngokuba lungcangcazelo lomhlaba, ukushukuma komhlaba okuzenzekelayo nokungenakunqandwa kanye ukutyityimba temblor) komhlaba yenziwa kukukhutshwa kwamandla obushushu emhlabeni ngesaquphe kwenzeke umhlaba oqinileyo ngokungathi ulilitye odala ukwanda kwaamaza. Ukwanda okuphindaphindeneyo, uphindaphindo lokwanda kwamaza okanye umsebenzi wokuphindaphinda owenzeka kwindawo ethile kuthiwa kukuphindaphindeka, kohlobo kunye nobungakanani bodubulo lomhlaba obuthe babonwa ngexesha elithile.