Into ayibethwa ngankana

Livela

Eli qhalo lithetha ukuthi, "Musa ukuyikhuphela yonke into oyaziyo kubantu basemzini". Lifana nqwa neli ylithi, "Musa ukuzityand'igila", kwanelithi, "Musa ukuzikhuph'inyongo".

Kuthiwa ke esakuviwa umntu thetha ngento, eyitsolisa, eyimisa ngomxholo into xa eyichazela abantu abangathenjwayo, kuthiwe kuye, "Into ayibethwa ngankana".