Abantu

Livela
Abantu

Abantu okanye uluntu liqela labantu elizalanayo ngenxa yenye yezi zinto zilandelayo:-

  • yobuhlobo bexesha elide
  • iqela elikhulu labantu elizalanayo
  • iqela elinobuhlobo obuthile
  • ngokwendlela abahlala ngayo
  • bahlala ngokwemo yopolitiko
  • ukufana kweenkcubeko zabo.


Abantu bohlulwa ngeendlela ngeendlela, umzekelo:

  • ngokwendlela abanxibelelana ngayo (ubuhlobo boluntu)
  • phakathi kwabantu abasondeleleneyo ngokweenkcubeko
  • ngokufana nokuyelelana kwamasiko abo,

abo bantu bangachazwa njengeqela labantu abanonxibelelwano nabantu balo ndawo.


Kufundo kabanzi ngoluntu abantu abaninzi bahlala ngokwamaqela aphetheyo kwiqela elithile.

ITaipei101

Ezinye ii-Websites[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]