Inombolo ye-atom

Livela

Inombolo yobu-atom  (uphawu lwayo ngu-: Z) kwi-atom ichaza inani lee-protons kwi-nucleus ye-atom.[1][2] Inombolo yobu-atom kwi-atom ichaza amalungu ekhemukhalu akuyo, ngamanye amazwi ichaza ukuba yiyiphi na i-element. Kwi-atom e-neutral, inani lobu-atom lilingangana nenani lee-electrons ezijikeleza apha kwi-nucleus. [1] Amalungu eekhemikhali adweliswe kwi-periodic table ngokwanda kwamanina obu-atom bawo.  [2]

Inombolo yobu-atom akuthethi nto enye ne: 

  • I-atomic mass (uphawu lwayo yi-: ma), ebubunzima be-atom enye, echazwa nge- unified atomic mass units
  • I-mass number (uphawu lwayo: A), engumdibaniso wenani lee-protons nelee- neutrons kwi-nucleus ye-atom. I-
  • I-relative atomic mass (ikwabizwa ngokuba yi-atomic weight;uphawu lwayo yi-: Ar), nekungumyinge we-average mass per atom we-element ovela kumzekelo we1/12 noyi-mass ye-atom ye-carbon-12.

Inombolo yobu-Atomic ayitshintshwa yinombolo ye-electrons okanye yee-neutrons; iba yinombolo ye-proton qwaba.

Amanye amaphepha afundiweyo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. 1.0 1.1 Daintith, John, ed. (2008) A Dictionary of Chemistry (Sixth ed.) Oxford University Press p. 48 ISBN 978-0-19-920463-2 
  2. 2.0 2.1 Moore, John T. (2010) Chemistry Essentials For Dummies Wiley p. 36 ISBN 978-0-470-61836-3