Jump to content

Ingxoxo nelungu:Sanda Nozizwe Madikane

Page contents not supported in other languages.
Faka isihloko
Livela

Uxinezelo lwengqondo: Ubalekela phi xa uziva udinga ukuphumla engqondweni?

Ilali yakwatshomane eNgcenduna, kwi doluphu yase Mqanduli, yindawo apha engekafiki ncam kwixesha esiphila kulo thina. Nangona ekhona amasuntswana empucuko kodwa lendawo isadla ngendebe ndala. Kule lali kunqabile kwa ukuba uve umculo okhalela phezulu, kuhleli kuvakala izandi zeengxangxasi zamanzi neentaka ezintyilozayo kumahlathi wakhona aluhlaza. Imfuyo yakhona isegazini, amanzi wakhona ayabaleka, kunqabile ukuba kutshe nemithombo, yilonto benefumfuyo ehlala isegazini.

eNgenduna, kuthi nokuba ihlobo sele lithwasele ubusika kungabonakali ngoba ingca yakhona ihlala iluhlaza, namahlathi wakhona akomi. Yindawo le enika umdla kakhulu kuthi thina bantu sihlala ezilokishini apho kungekho gcwangco nenzolo. Kulelali kunqabile nokuba uve ukuba bekukho isiganeko somntu othe wenzakaliswa, abantu balapha bahlalisene njengosapho.

Kwi xa esiphila kulo kuxhaphakile kakhulu kuba umntu afunyanwe zizigulo zengqondo ezifana nesigulo esibizwa i Depression ngolwimi lwasemzini. Oku kwenziwa kukuba kude nendalo okanye ukulahlekana noxhumano nendalo. Umzekelo impepho yomlambo, umoya ohlambulukileyo wemithi yasendle, ngenxa yempucuko yokuhlala ezidophini ezigcwele abantu. Mandulo phaya, kwakunqabile ukuba umntu afunyanwe zezizifo kuba indawo zakudala zazikufitshane nemifula, amahlathi neentaba. Yayihlonitshwa kakhulu nendalo, nokutya kweloxesha ke kwakungafani noku kwa ngoku. Iimfonomfono zazingekho ezi namhlanje zidlala indima enkulu kuxinezelelo lwengqondo

Indawo ezifana nelali yase Ngcenduna esadla ngendebendala zizo namhlanje athi umntu akubethwa ziinkxwaleko zobomi abalekele kuzo, kuba zizo ezisahloniphe indalo. Uninzi lwabantu xa bethwaxwe lilizwe okanye befunyenwe luxinizelelo lwengqondo babaleka bazokuzifihla kwiindawo ezinje. Ukanti abaneepokotho ezifumileyo bona baye batyelele iindawo zabelungu kodwa zibe zingohlukanga kulelali yase Ngcenduna ngokobume, umohluko nje kukuba zona zakhiwe ngokwexesha langoku. Phambili phaya zazingekho izibhedlele zokugcina abantu abaphethwe sisigulo se Depression, umntu wayethi akuziva esindeka aye emfuleni okanye aye entabeni kuba zezona ndawo kwakukholelwa ukuba uQamata usondele kuzo, nempiliso ke ifumaneka khona apho.

Ngamafutshane iilali ezifana neyase Ngcenduna zizo ezisiqhakamishelanisa nendalo kunye nomoya ohlambulukileyo, ngoko ke kungakuhle ukuba zihlonitshwe. Iqonga lakho othetha kulo 20:40, 28 EyeKhala 2024 (UTC)

16 days of activism- ukuhlukunyezwa kwamanina nabantwana

[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Luthini olwakho uluvo ngalomba? ingaba yintoni ekumele siyenze ukuhlisa amanani ohlukumezeko lwamanina nabantwana?, ilele koobani ingxaki? ngubani ekumele athathe inyathelo? Otata ingaba bakhanyiselekile ngokwaneleyo ngohlukumezekho? Iqonga lakho othetha kulo 14:08, 20 Eye Nkanga 2024 (UTC)

Feminism and Folklore 2025: Important Updates for Organizers & Jury

[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Hello Community Organizers and Jury,

Thank you for organising Feminism and Folklore writing competition on your wiki. Feminism and Folklore is the largest Wikipedia contest organized by community members. We congratulate you in joining and celebrating our cultural heritage and promoting gender equality on Wikipedia.

To encourage boost for the contributions of the participants, we're offering prizes for Feminism and Folklore local prizes. Each Wikipedia will have three local winners:

  1. First Prize: $25 USD
  1. Second Prize: $20 USD
  1. Best Jury Article: $15 USD

All this will be in gift voucher format only.

Prizes will only be given to users who have more than 5 accepted articles. No prizes will be given for users winning below 5 accepted articles.

Kindly inform your local community regarding these prizes and post them on the local project page

The Best Jury Article will be chosen by the jury based on how unique the article is aligned with the theme. The jury will review all submissions and decide the winner together, making sure it's fair. These articles will also be featured on our social media handles.

We're also providing internet and childcare support to the first 75 organizers and Jury members for those who request for it. Remember, only 75 organizers will get this support, and it's given on a first-come, first-served basis. The registration form will close after 75 registrations, and the deadline is '''March 5, 2025'''. This support is optional and not compulsory, so if you're interested, fill out the Form


Each organizer/jury who gets support will receive $40 USD in gift voucher format, even if they're involved in more than one wiki. No dual support will be provided if you have signed up in more than one language. This support is meant to appreciate your volunteer support for the contest.

We also invite all organizers and jury members to join us for Advocacy session on Saturday, Feb 28, 2025. This session will help you understand the jury process for both contests and give you a chance to ask questions. More details are on Event:Telling untold stories: How to document gendered narratives in Folklore on Wikipedia - Meta

Let's celebrate our different cultures and work towards gender equality on Wikipedia!

Best regards,

Stella and Tiven

Wiki loves folklore international team


SAgbley (talk) 04:39, 25 February 2025 (UTC)

Invitation: Join Us in Celebrating South Africa’s Language Diversity

[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Hello fellow Wikipedian!

Wikimedia South Africa, in collaboration with the Wikimedia Foundation, is on a mission to create a short video celebrating South Africa’s rich linguistic and cultural diversity. We would like to invite you to take part as an active contributor to one of the South African language Wikipedias.

Through this project, we aim to honour the people who make knowledge in these languages available on Wikipedia, while showcasing the vibrant languages and cultures that shape our nation.

We hope you will join us in this meaningful initiative.

Thank you for your time and for your dedication to making knowledge accessible in South African languages.

Best regards,

Wikimedia South Africa Iqonga lakho othetha kulo 22:40, 14 EyeThupha 2025 (UTC)