Jump to content

Ingxoxo:Indoda

Page contents not supported in other languages.
Faka isihloko
Livela
Latest comment: 3 months ago by ~2026-29178-89 in topic ulwaluko

S'hai capito chi è?

[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

A Iqonga lakho othetha kulo 20:05, 5 EkaTshazimpuzi 2023 (UTC)

ulwaluko

[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Yiyekeni into yokuziba lingaka fiki ixesha lolwaluko kuba lonto ichaphazela abazali benu.Lonto iye ikuxhaphaze nawe kuba amanye amadoda aye akubuze imibuzo okanye acalu - calulwe ngamanye amadoda.

Yintoni eynza inkwenkwe izibe? Inkwenkwe iye izibe ngenxa yento ekuthiwa yi peer presure. ~2026-29178-89 (talk) 16:56, 14 Inyanga kaCanz... 2026 (UTC)Reply