Inehibi yamanzi ifa ngamanzi, eyezikhali ifa ngezikhali

Livela

Intsingiselo: umntu ufa ngalonto alikroti kuyo. Ukuba ubulala abantu ngokubahlaba nawe uzofa ngokuhlatywa. Ingcibi yamanzi ifa ngamanzi,eyezikhali ngezikhali