Imbila yaswel'umsila ngokuyalezela

Livela

Iqhalo elithi imbila yaswel'umsila ngokuyalezela lisukela kwibali okanye intsomi edumileyo, eyayisaziwa ngawo onke aAmaXhosa,intsomi ethetha ngezilwanyana ezazingenamisila kanye xa zizonke. Zaxelelwa zonke ukuba zize kuthatha imisila eziyithunyelelwe nguMdali ngeenjongo zokuba zibethe ngazo izinambuzane njengoko bekubonakala ukuba ziyahlupheka kukutyiwa zizinambuzane.

Imbila yathi ngenxa yokonqena yayaleza inkawu ukuba ize iyiphathele umsila. Inkawu yasuka yathi yakunikwa umsila wembila suke yawudibanisa nalowo wawuphiwe yona. Yiyo ke loo nto eyyabangela ukuba inkawu ibenomsila omde kwaye imbila ingekabinamsila wokuhesha izinamuzane nangoku.

Eli qhalo lithetha ukuba singabo thumela sibo ziyela......