Iinkomo
Iinkomo zibaluleke kakhulu kwisiko lakwaNtu. Kulotyolwa ngazo, kuxhelwa zona xa kukho imicimbi emzini.
Iintlobo zeenkomo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
Inkomo yohlobo lwe"Zubron"