Ii-substances

Livela

Substance may refer to:

  • I-Chemical substance, yinto eluhlobo oluthile esoloko isenziwa nge-chemical composition
  • Into eluhlobo lwechiza
  • I-Substance abuse,  sisiyobisi esinxulumene nokukhathalela impilo yabantu kunye nomthetho ojongene nokufumanisa unobangela weziyobisi ekuhlaleni. 
  • ISubstance dependence, yi-drug enxulumene nokukhathalelwa kwempilo kwanomthetho ojongene nokufumanisa unobangela weziyobisi ekuhlaleni. 
  • I-Matter, nantoni na enobunzima obubizwa ngokuba yi-mass, ize kwaloo nto ikwazi ukuthatha indawo kuloo ndawo ibekwe kuyo. Umzekelo, ikomotyi inobunzima bayo, kwaye xa ibekwe endaweni, loo ndawo ikuyo ikomityi ithathwe yikomotyi. Ngako oko ikomotyi yi-matter kuba inezinto ezimbini ezi zezi; ubunzima obuyi-mass; iphinde ikwazi ukuthatha okanye ukuvala indawo.
  • I-Substance theory, yi-theori ebonisa okokuba i-substance yahlukile kwiimpawu zayo.
  • I-Substance (Joy Division album), 1988
  • I-Substance (Blank & Jones album), 2002
  • I-Substance 1987, a New Order album
  • "I-Substance", yingoma eculwa ngu-Haste the Day from That They May Know You
  • Metal Gear Solid 2: Substance, an update of the video game Metal Gear Solid 2: Sons of Liberty
  • I-Homoousian, igama lesiKrirestu elithetha ukuba "same substance"

Okunye okunxulumene  ngee-drugs[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  • Drug substance
    • Substance abuse, drug-related healthcare and social policy diagnosis or label
    • Substance dependence, drug-related healthcare and social policy diagnosis or label