Jump to content

IYunayithedi Steyitsi

Livela
IYunayithedi Steyitsi

I-Yunayithedi Steyitsi (iqhelekile iyazwa iMelika) yimbumba yamazwe aseAmerika amanyeneyo. Ilizwe libandakanya amaphondo angamashumi amahlanu, Isithili seWashington, amabandla azilwulayo amahlanu, nabahlaba abaninzi bagcinwa lilizwe.

Amaphondo angamashumi amahlanu:

i-Alabhama

i-Alaskha

i-Ayidaho

i-Ayowa

iDelaweri

i-Erizona

iFlorida

iHawayi

i-Ilinoyi

i-Indiyana

iJojiya

iKhalifoniya

iKholorado

iKhonethikhati

iKhanzasi

iKhentakhi

iLuwiziyana

iMayini

iMarilandi

iMasetshusethi

iMishigeni

iMinasotha

iMisisiphi

iMizuri

iMontana

iNabraskha

iNavada

iNyuhemesifiye

iNyujezi

iNyumeksikho

iNyuyokhu

uMntla Kharolayina

uMntla Dakotha

i-Ohayo

i-Okolahoma

i-Oregoni

iPensuliveniya

iRowudi Ayilendi

uMzantsi Kharolayina

uMzantsi Dakota

iTenesii

iTeksas

iYuta

iVeremonti

iVejiniya

iWashington

iNtshona Vejiniya

iWashingithini

iWinisikhontsini

iWeyimingi