IMayini

Livela
Izidubuli ezidubulayo xa zitshisiwe nazo kuthiwa ziimini; iintobo ezimbini ziimayini zomhlaba kunye neemayini zeNaval.
umsebenzi wasemayini umashini kumsebenzi wasemayini

imayini yinkqubo yokuthatha izinto ngaphantsi emhlabeni. Nayiphi na into enganakukhula mayisetyenzwe ngokwasezimayini. Ukusebenza ngezinto zisemathunjini omhlaba kuthiwa kuyembiwa. Ukusebenza ezimayini kungabandakanya ukwembiwa kweemetal kunye neetyuwa zomhlaba, ezinje ngamalahle, idayimani, igolide, isilivere, iplatinum, icopper, kunye neiron. Ukusebenza ngemigodi kungabandakanya nezinye izinto ezifana ne-oli negesi yemveli.

Ezinye iintlobo zomsebenzi wezimbiwa ziquka ukuhlubula umhlaba apha ngaphezulu. Lo ke kuthiwa kukubhantwa kwezimbiwa]]. Olunye uhlobo lokusebenza ngezimbiwa lwenziwa ngokuthi kwembiwe kude kuyo kutsho emathumnjini omhlaba de kuye kufikwa ekupheleni kwesimbiwa eso. Olu ke kuthiwa ngumsebenzi wezimbiwa owenziwa emathunjini omhlaba. Olunye uhlobo lokusebenza ngezimbiwa, olufana nezimbiwa zegolide, lwenziwa ngezinye iindlela. Igolide ingembiwa ngokuthi ikhangelwe apho kukho khona umlambo okanye kwezinye iingxangxasi zamanzi ukuze kususwe iqendu zegolide. Oku kuthiwa kukuyisefa okanye umsebenzi wezimbiwa owenziwa ngokusefa.

umsebenzi wasezimayini kuthiwa ngumembi mgodini. Ukwemba izimbiwa emathunjini omhlaba kuyingozi umsebenzi. Imigodi emininzi innengozi. amakhulu abasebenzi migodini bafa minyaka le ngenxa yeengozi, ingakumbi kumazwe ahlwempuzekileyo. imithetho yokhuseleko neyokhuseleko olungxamisekileyo izixhobo isetyenziselwa ukukhusela abembi migodini kwiingozi. umsebenzi wezimbiwa zamalahle ngaphantsi emathunjini omhlaba kokona kunobungozi ngakumbi kuba amalahle angatyekeza ityhefu kunye neegesi ezidubulayo.

Inxalenye yeedolophu ziidolophu zomsebenzi wezimbiwa. Abantu bahlala phaya kuba bayakwazi ukwenza imali njengoosozimayini okanye benze izinto besenzela osozimayini.

Template:Disambiguation