I-gland

Livela

Igland yinjini okanye yi-organ ebaluleke kakhulu ngaphakathi emzimbeni. Ifumaneka kwizilwanyana (ingakumbi ebantwini]]. I-gland yenza into ebaluleke kakhulu. Kumaxesha amaninzi ibayihormone. Le nto ke ifakwa kumsinga wegazi. Xa kunjalo ke i-gland ibizwa ngokuba yi-endocrine gland. Ukuba le nto ikhutshelwa kwenye indawo, i-gland kuthiwa yi-exocrine gland.

Imizekelo yeeglands ezifumaneka ebantwini nantsi: