I-Transmission medium
![](http://upload.wikimedia.org/wikipedia/commons/thumb/4/4f/Transmission_line_towers_and_high_tension_lines_1a35251v.jpg/250px-Transmission_line_towers_and_high_tension_lines_1a35251v.jpg)
A I-transmission medium yimizila yokuhamba konxibelelwano (eyi-solid eqinileyo, eyi-liquid engamanzi, i-gas engumoya, okanye i-plasma) esetyenziswa ukuhambisa i-energy. Umzekelo, i-transmission medium ehambisa izandi ngomoya. Kodwa isandi sisenokuhanjiswa ngezinto qinileyo ezijiyileyo (eziyi-solid) nezingamanzi (ezizii-liquids). Ucingo lungahambisa ii-electrons ngokohlobo lombane (i-lectricity). Zikho izinto ezilungileyo nezi ngalunganga kwi-transmission medium nganye.[1] Ezi ke zizinto ezifana ne-cost, i-bandwidth (okanye kujongwe ngazo okokuba ingaba ingakanani na le nto kufuneka ihanjisiwe) , Isantya sokuhanjiswa kwento kunye ne-scope.
Intetho ehanjiswa ngeengcingo
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]![](http://upload.wikimedia.org/wikipedia/commons/thumb/7/75/Twisted_pair.svg/160px-Twisted_pair.svg.png)
Izinto ezibonakalayo eziyindlela yokuhamba komyalezo: ziingcingo okanye ii-cables ezisetyenziswa ukuxhumanisa ii-devices ezimbini nangaphezulu. Ezi ke isenokuba zii-twisted pair, ii-coaxial kunye nee-fiber optic cables. Ii-twisted pair cables zazisaya kusetyenziswa kwiingcingo zeefowuni kudala. Kodwa zisasetyenzeswa kakhulu nangoku kubuxhakaxhaka beenkatha zeengcingo nakweminye imisebenzi. zibizwa ngokuba zii-twisted pair cables kuba zineengcingo ezincinane nezibhityileyo ekuthiwa zii-insulated wires. Ezi ngcingo ke zijikelezene ngokuphinyelana kwi- balanced circuit. Ii-twisted pair cables zinganeengcingo ezihamba ngambini ezingama- 4200. [2]