I-Mercury

From Wikipedia
Jump to: navigation, search
I-Mercury

I-Mercury, ikwaziwa njengequicksilver[1] okanye i-hydrargyrum, yi-chemical element. Uphawu kwi-periodic table luthi Hg, yona i-atomic number yayo inga-80. I-atomic mass yayo ingama-200.59

Uphawu oluthiHg lumele igama layo lesiLatini isiGrike i-hydrargyrum, elintsingiselo yalo ibhekiselele kwinto ebumanzi okanye emanzi isilivere.

  1. "quicksilver definition". Dictionary.com Unabridged (v 1.1). http://dictionary.reference.com/browse/quicksilver. Retrieved October 13, 2008.