I-Equation

Livela

I-mathematical equation yintetho enee-variables, nokokuba inye ubuncinane, (Uyawukhumbula ke okokuba xa kuthethwa nge-variable kuthethwa  ngexabiso elingaziwayo) (=unknown value) kunye nophawu olubonisa isiphumo saloo nto ibaliweyo (uphawu lwe-"equals sign" ( = ) oluhamba nentetho yakwamathematika kicala ngalinye.[1][2][3] Uphawu olubonisa isiphumo (=) luthi omabini amacala anexabiso alifana ncam, okanye ayinto enye ngokwexabiso.  I-equation ingasuka ibe yinto elula enje: x=0, okanye ibe yinto enzima enje: 4(3y^99)+76=42÷3x okanye ibenzima nagaphezulu koku. 

Zimbini iintlobo ze-equation yemathematika 

  • Uhlobo lwe-equation olusenokuba yinyaniso okanye ubuxoki;  olu ke lukwabizwa ngokuba zii-identities. Umzekelo: 
  • Uhlobo lwe-equation elikwenza okokuba ubale ixabiso le-variable enye nangaphezulu.  I-equation yaziwa ngokuba yinyaniso kuphela xa ii-variables zinelo xabiso lithile. Umzekelo:  

Uhlobo lwesibini lusoloko lusetyenziswa ukusombulula ingxaki apho umelwe kukwazi ixabiso lee-variables ezithile.  Umzekelo:

Uhlobo lwesibini kwi-equation lusetyenziswa kwi-algebra. umzekelo, ukusombulula i-equation engu-2x = 8 ngokuthi ufumane u-x uyakulandela umthetho wakwa-Algebra.  Ngoko uyakubala ngolu hlobo: x = 4.

Iintlobo zee-equations[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ii-equations zingahlulwa-hlulwa ngokweendlela ezisebenza ngazo nobungakanani bazo ngokwenani nabo buyabandakanyeka. ezinye iintlobo zee-equations zezi:

  • I-algebraic equation yi-equation apho athi omabini amacala abe zii-polynomials. Ezi ke zona zahlulwahlulwa ngokwamaqondo azo angala:
    • linear equation for degree one
    • quadratic equation for degree two
    • cubic equation for degree three
    • quartic equation for degree four
    • quintic equation for degree five
  • A Diophantine equation is an equation where the unknowns are required to be integers
  • A differential equation is a functional equation involving derivatives of the unknown functions

References[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. An equation is an equality that is true only for certain values of the variable.
  2. "A statement of equality between two expressions.
  3. Une équation est une égalité entre deux expressions mathématiques, donc une formule de la forme A = B, où les deux membres A et B de l'équation sont des expressions où figurent une ou plusieurs variables, représentées par des lettres.