I-Algebra

Livela

I-Algebra isenokusetyenziswa ukusombulula ingxaki zasekuhlaleni kuba imithetho ye-Algebra isebenza kwintlalo yethu yemihla ngemhla kwaye amanani angasetyenziswa ukuze amele amaxabiso   ezinto eziyinyani. I-Physics, injineli kunye neprogramming yekhompyutha zizifundo ezisebenzisa i-algebra ngalo lonke ixesh.  Kukwabalulekile ukwazi ngesurveying, iconstruction kune nebusiness, ingakumbi i-accounting.