I-Ammeter
Appearance
I-ammeter (ampere meter) sisixhobo sokwenza umlinganiselo nesisetyenziswa ukujonga ukuhamba okanye ukuletshe kombane oyi-electric current kwi- circuit. I-electric current ilinganiswa ngokwee- amperes; ngenxa yesi sizathu, abanye abantu bazibiza ii-ammeters ngee- ampmeters, oko bekwenza ngempazamo. Isenokujonga okokuba ibambelela okanye ihlala ixesha elingakanani na i-current, engakanani na amendu ayo i-current, ize ijonge namandla ayo (ii-units ezisetyenziswayo zii-ohms, ii-amperes, kunye nee-volts).
Amanye amaphepha azalana nala
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]- I-Voltmeter