I-2D (Uhlobo lokumila)

Livela
 I-square sinee-dimensions ezi-2: ubude nokuvuleka okanye ubungakanani bamacala ento leto kuthethwa ngayo. 

I-2D okanye izinto ezimacala mabini ukumila, ekuthi kwenziwe kuwo imilinganiselo emibni: ububanzi (ubukhulu okanye ukuvuleka kwento apha emacaleni)  nobude, njenge-square. Izinto ezimacala-mabini ukumila  azinabunzulu (Ubukhulu bento ukubhekezantsi), obunjengobetyhubhu. Sisixhobo semathematika, kodwa sikwasetyenziswa kwimidlalo yokulola ingqondo edla ngokudlalwa koomabonakude (kwiivideo games), nakwii-science zekhompyutha. 

ngenxa ye-maths, isetyenziswa kwi-jometri nakkwamanye amacandelo. 

Kwii-video games, isetyenziswa njengombono, ofana nakwi-Grand Theft Auto 1 kunye no-2.