Gugu Dlamini

Livela

Gugu Dlamini (1962-1998) wayelibhinqa lase Mzansi Afrika esuka KwaManciza, idholophu ese mpuma KwaZulu-Natala, wabhetwa ngamatye futhi wahlatywa wade wasweleka emva kokuba evuma kunomathotholo wesi Zulu nge mini yokukhumbula abantu abane ntsholongwane Gawulayo (iAIDS) ukuba uphila nesosifo.

Phambikwaba abulwawe uDlamini wayezinikela kwimisebenzi kwizakhiwo zokunceda abantu abaphila nentsholongwane ka gawulayo.