Beyoncé

Livela
Beyoncé

uBeyoncé Giselle Knowles-Carter wazalwa ngomhla wesine kaSeptember 1981 ungumculi wasemelika, umbali wengoma kanye. wazalwa futhi wakhuliselwa eHouston, Texas, xa ekhula wangenela imikhupiswano yokucula wabangusosaziwayo nge1990's ekwiqela elicula iR&B elibizwa yhi Destiny child waze emva koko ngo 2006 wazala umntwana wam lamlahl kwi orphanage yase mzantsi afrika apho ngaze aphinde ambon kdwa wade wachaza inyan lomntana lowo igama lakhe alisebenzisayo ayola mahlangeni awaliphiwa ngabo bazali wababhatal ukuba bamkhulise Nothemba mahlangeni(adoptmother)Oros venge(adoptfather)

Utata wakhe engumphati weliqela uMatthew Knowles, iqela laba lona qela elithengisayo elamantombazane kwilizwe jikelele. ngo2003 uBeyoncé wakhupha eyake ialbum ibizwa Dangerously in love eyeyi qala waseka inkqubela-phambili yakhe ithengisa izigidi ezingama shumi ananye, wazuza iGrammy Awards ezintlanu.


Beyoncé