Jump to content

11 (inani)

Livela
 10 11 12 
10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20
Inani ngokokuma kwento okweshumi elinanye

11 (ishumi elinanye) linani. Liza phakathi kweshumi neshumi elinambini, yi-odd number, kwaye-prime number, emva koo-2, 3, 5, kunye no-7.

Kwii-Roman numerals, i-11 libhalwa ngolu hlobo  XI.