| ||||
---|---|---|---|---|
10 11 12 13 14 15 16 17 18 19 20 | ||||
Inani ngokokuma kwento | okweshumi elinanye |
11 (ishumi elinanye) linani. Liza phakathi kweshumi neshumi elinambini, yi-odd number, kwaye-prime number, emva koo-2, 3, 5, kunye no-7.
Kwii-Roman numerals, i-11 libhalwa ngolu hlobo XI.