Wikipedia:Abaculi
Brenda Nokuzola Fassie
[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Brenda Nokuzola Fassie[1] (3 Eyenkanga 1964 – 9 Canzibe 2004)[2] wayeyimvumi youzmo yaseMzantsi Afrika neyichasene norhulumente wocalucalulo. Wayethandwa esaziwa ngegama u -MaBrrr ngabathandi bomculo wakhe, ngamanye amaxesha wayekwabizwa nege" Kumkanikazi yaseAfrika".
Amacwecwe akhe odumo 1989: Brenda
1990: Black President
1994: Brenda Fassie
1995: Mama
1996: Now Is the Time
1997: Memeza
1997: Paparazzi
2000: Thola Amadlozi
2001: Brenda: The Greatest Hits
2003: Mali
2003: The Remix Collection
2004: Gimme Some Volume
Waba negalelo kwicwecwe lodumo lika- Mandoza elithi Tornado (2002), elika-Miriam Makebae lithi 1 Sangoma (1988), nakwicwecwe lika Harry Belafonte elichasene nocalucalulo elithi Paradise in Gazankulu (1988). Yaikwanguye owacula isikhokelo ngoma somdlalo i- Yizo, Yizo (2004).