Unolali

Livela

Unolali ligama eliye linikwe umntu ongumama ohleli kakhulu kwilali, ilali ke yindawo apho kuhlala amaxhosa kunye nabanye ke abantu abazezinye intlanga, kwilali wofumana izindlu ezifana nooRonta okanye Amaxanda. kwilali ezininzi ke wofumanisa ukuba iidolophu zikude kunelali leyo abantu abahlala kuyo. unolali ke iye ibengumntu ohleli isidala ezilalini kwaye athi xa sele esiza kweli lekapa athiywe eligama ngenxa yokuba ethetha isixhosa esinzulu abanye abantu abangakwaziyo ukusiva kakuhle okanye ukusilandela.unolali ke ubonakala ehamba ungakhange uboniswe mntu, wofika ethanda ukuhamba nghenyawo kuba ugqele lonto yena ezilalini, wofika ethanda ukuthwala iqhiya nokuba kusekuseni okanye kungokuhlwa kuye iqhiya ayinaxesha. kwanendlela ahamba ngayo uyazibonakalisa ukuba hayi inene ndingowasezilaklini inene, wofika xa ehambayo ehambela phezulu ngamanye amazwi egxanya mngokungathi kukho apho aleqa khona.

wofika unolalai ke ethanda ukucula ingoma zamasiko ,amasiko afana neNtonjane okanye ezoLwaluko mihla le.wombona zonke ezinye ilwimi ezifana nesiNgesi okanye isBhulu esithetha ngesixhosa yonke nje into ayithethatyo uyisertha ngesimbo sesixhosa noxanje amanye amagama ingawezi lwimi.unolali ke azidla ngesiko lakho okukuboniswa yindlela anxiba nagayo, wofika enxebe umbhaco kunye nentsimbi.onolali ke xabedibene wokuba baona soloko beculam okanye bethetha ngenkukhu kunye nenye imfuyo, okanye bexhentsa bezijabulisa xa kuyekwakhon into onye othe wayizuza.