Umvundl'uzek'indlela

Livela

Intsusa: umvundla sisilwanyana sasendle esisoloko sihamba sikhangela ukutya. Uyathanda ukuba lixhoba lezinye izilwanyana zasendle ubaleke kanobom. Intsingiselo: Xa uMntu ethanda ukuhamba kakhulu kuye kuthiwe Umvundl'uzekindlela.