Jump to content

Umvubo

Livela
umphokoqo

Umphokoqo sesona sidlo sithandwayo kakhulu ngabeNguni ingakumbi amaXhosa kunye namaZulu kanti ke nezinye iintlanga zikwawuthanda umphokoqo.[1] Umphokoqo sisidlo esityekayo sisodwa okanye ngokusilumela ngempungo, maxa wambi ugalele umhluzi okanye ubisi. Nangona kunjalo, umphokoqo ubukhulu becala uphekelwa ukudityaniswa namasi.

Amasi

Amasi Lubisi oluvuthiweyo olusuka enkomeni noluthi luxutywe kumgubo wombona.[2]

  1. Chavan, Shama (2022-11-30) "Geographic Indicator Foods of India" Journal of Food and Nutrition 1 (1): 01–04 ISSN 2836-2276 doi:10.58489/2836-2276/001
  2. Priscu, John (2002-11-01) "Faculty Opinions recommendation of Succession of bacterial community structure along the Changjiang River determined by denaturing gradient gel electrophoresis and clone library analysis." Faculty Opinions – Post-Publication Peer Review of the Biomedical Literature retrieved 2024-06-20