Umtha Welanga

Livela

Le yincwadi yezibongo ebhalwe ngu-St. J. Page. Yako Incwadi le yahlulwe kubini: kukho izibongo ezingendalo; kukwakho nezingeziganeko. Zombini ke zichazwa ngobunjalo bazo ngaphandle kokuxutywa nezinye izinto.Kwizibongo ezingendalo, lo kaYako uphuhlisa ubunto bento leyo kuthethwa ngayo ngokwendalo yayo, ingekachatshazelwa yimpucuko okanye nokokuba yiyiphi na into enokungxenga ubunjalo bayo. umfundi ke angafunda lukhulu kwezi zibongo, ukuze azi okokuba le nto inje namhlanje, kodwa yayisaya kuba nje ngexesha lookhokho bethu.

Ezingendalo