Jump to content

Umphokoqo

Livela
Umphokoqo onamasi

Umphokoqo, sisidlo esisenziwa ngomxube wamanzi kunye nomgubo wombona. Ukwenza umphokoqo uqala ubilise amanzi, ukubila kwamanzi uye ufake umgubo kamili mili netyiwa ukuze ube nencasa[1] Umphokoqo utyiwa ngendlela ngendlela.

Utyiwa njani umphokoqo:

[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

umphokoqo utyiwa ngamasi, abanye abantu balumela umphokoqo ngetea, okanye amanzi. Zininsti iindlela ezohlukenyo onokutya ngawo umphokoqo, ixomekeka kumntu lowo uwutyayo.

  1. "Umphokoqo namasi (crumbly pap and amasi)" Woolworths TASTE (in English) retrieved 2025-10-08 
Indlela yokupheka
Milimili 500ml
Amanzi 100ml
tyiwa 2.5ml