Ukuzidla ngezinto ngemvelaphi yakho
Appearance
Bhala isincoko ngesintu
Zazi ukuba okwakho nokwenzayo empilweni yakho ube ungum Afrika uzidle ngobu Afrika bakho kungathiwa unjena kanti unjeyana uzixelele ukuba ungumAfrika oziqenyayo ngobuAfrika bakho.Ungabi likhephe khephe uqine kwaye uyimele into yakho okanye isiko lakho nemvelaphi yakho ube uzidla kakhulu.