Jump to content

Ukuzalwa wedwa ''ngumlu'' wanyama

Livela

Liqhalo eliqulathe intsingiselo enzulu kwaye evula abantu amehlo: Eliqhalo lithetha ukuba ngomntu okwinzingo okanye ebubini nasengozini, nokuba kusemfazweni, xa amanye amadoda abuyelana ngokuzalana kwawo. Libhekisa kumntu oxhatshazwa oko, Kuba akhomntu azalwa naye azokuxela kuye ngamanye amzwi kuthiwa sisisulu.