Ukuphinda-phinda

Livela

Uphindaphindo luhlobo lokubala ukuze kufunyanwe isiphumo  iproduct esivela kuphindaphindo kwenani ngelinye inani.   Uphindaphindo ngumsebenzi wesithathu kwimathematika emva kokudibanisa ukubala kokuqala, kulandelwe kukuphungula okanye kukuthabatha, kube le kusiba luphindaphindo. 

Ngokujonga nje amanani enje ngokuba enjalo, liyabonakala anani lee-tiles koluxande apho elinye inani kumanani amabini lilingana nenani lee-tiles kwelinye icala lize inani lilingane nenani lee-tiles elikwelinye icala.

With real numbers, it tells you the area of a rectangle where the first number equals the size of one side and the second number equals the size of the other side.