Ukungalingani

From Wikipedia
Jump to: navigation, search

I-Inequality kuxa into enye ithe ya:

  • ncinane kunenye ( oko kuthetha ukuthi u 'a' mncinane kuno 'b')
  • nkulu kunenye ( oko kuthetha ukuthi u 'a' mkhulu kuno 'b')
  • ngabincinane kunenye ( oko kuthetha ukuthi u 'a' akakho mcinane kuno 'b', loo nto ke ithethe okokuba usenokuba mkhulu, okanye abenokuba uyalingana no 'b')
  • ngabinkulu kunenye ( oko kuthethe ukuthi a akakho mkhulu kuno 'b', okanye usenokuba mncinane okanye uyalingana no 'b')

Ngamanye amaxesha ukungalingani kusetyenziswa xa kubekwa intetho exela okokuba into incinane kunenye, inkulu kunenye, ayikho ncinane kunenye okanye thi Inequality is sometimes used to name a statement that one eayikho nkulu kunenye.  

Amanye amaphepha azalana nala[tshintsha | edit source]

  • equal
  • equation