Ukohluka, ukulingana, kunye nokufakwa

Livela

 

Ukohluka,ukulingana, kunye nokufakwa yingcamango ekhuthaza ukuphathwa ngokufanelekileyo kunye nokuzinikela ngokupheleleyo ko luntu ingakumbi kwiindawo zokusebenzela.Kukwa bandakanywa nabantu abaye babane mbali yokubonakaliswa ngaphantsi kocalucalulo ngenxa yemvelaphi yabo, isazisi, ukukhubazeka, njalo njalo. [1]

  1. "DEI Definitin & Meaning Dictionary.com" (in English) retrieved 2022-11-20