Uhlobo lolutya
Uhlobo lokutya luthetha u:
Ukutya[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
- uhlobo lokutya(isondlo somzimba), kubhekisa kwizakhamzimba ezisekutyeni okutyiwa zizidalwaokanye liqela lezidalwa eziphefumlayo.
- Ukuhluza uhlobo lokutya, ukuzikhethela ukutya okuthile omawukutye ngeenjongo zokwehlisa izinga lobunzima bomzimba okanye ukwehlisa indlela ozitya ngayo iityuwa zomzimba.
- Ukutya okuluhlobo oluthile, ukutya okunceda ekwehliseni izinga lobunzima bomzimba
- Ukutya ngokwesiko, Uhlobo ekutyiwa ngalo lisiko elithile.