Udonga

Livela
Umfanekiso wodonga lwamatye lukhusele isixeko.

Udonga lolokwahlula lubhekephezulu. Yahlula amagumbi kwizakhiwo lukwakhusela izakhiwo. Ludla ngokwenziwa ngamatye okanye izitena. Zimbini ezona iinjongo zokwenza udonga: kukuxhasa uphahla lwesakhiwo, nokwahlula-hlula isakhiwo sibe ngamagumbi, kukunika ukhuseleko ekungeneni kwezinto ezingafanelekanga nakwimozulu.

Phambi kumiliselwe izixhobo zomkhosi,izixeko ezininzi eYurophu zazikhuselwe ngamadonga. Kwathi kuba sele engasafanelekanga kule mihla siphila kuyo, zathi zadilizwa ezo ndonga.

Igama elithi "udonga" lihlala lisetyenziswa xa kubhekiswa kudonga lwaseBerlin, olwathi lwakhiwa ngemfazwe i-Cold War, neyathi yaphela ngo1989, kodwa uninzi lwabantu luthetha nge-album iPink Floyd ekwasebenzisa kwa eli gama.

Amaphepha anxulumene neli[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Wall