UStevie Wonder

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search

UStevland Hardaway Morris (wazalwa ngomhla we-13 kwekaCanzibe ngo1950, enguStevland Hardaway Judkins),[1] waziwa ngegama lakhe leqonga ke elithi Stevie Wonder, ngumlonji waseMelika, imvumi, ukwangumbhali weengoma, nomdidiyeli wamacwecwe eengoma, aphinde abeyingcali edlala iiintlobo-ntlobo zezixhobo zomculo. Inkwenkwezi yomntwana, ubengomnye wabantwana abakhe banesiphiwo sobugcisa nowayebathanda kakhulu abadlali bomculo beminyaka yasekupheleni kwenkulungwane yamalate 20.[2] UWonder watyikitya isivumelwano noMotown oyinkampani yombhalo kaTamla eseneminyaka eli-11 [2] waza waqhubela phambili ukucula phambi kwezihlwele ekwashicilela uMotown ekuqaleni kweminyaka yoo2010. Wabayimfama esasandula ukuzalwa.

  1. Dennis Love, Stacy Brown (2007) Blind Faith: The Miraculous Journey of Lula Hardaway, Stevie Wonder's Mother Simon & Schuster ISBN 1-4165-7785-8 
  2. 2.0 2.1 James E. Perone (2006) The Sound of Stevie Wonder: His Words and Music Greenwood Publishing p. xi–xii ISBN 0-275-98723-X