UNobhala Jikelele weZizwe eziManyeneyo

Livela

UNobhala-jikelele wezizwe eziManyeneyo ngomnye wabona bantu bakhe babaluleka kwumbutho weZizwe eziManyeneyo. UNobhala-Jikelele ubaluleke ngakumbi kwiingxoxo zehlabathi ngokubanzi. UNobhala-Jikelele okhoyo sithetha nje nguBan Ki-moon.

Ifoto UNobhala- Jikelele Imihla yakhe ese-ofisini Ilizwe lakhe lokuzalwa Ukuphawula jonga
Umhlekazi u-Gladwyn Jebb EyeDwarha ngomhla wama-24, ngo-1945–

kweyoMdumba ngomhla wesi-2, ngo-1946

e-United Kingdom

EYurophu

Ibambela likaNobhala-jikelele
1 u-Trygve Lie kweyoMdumba ngomhla wesi-2, ngo-1946 –

KweyeNkanga ngomhla we-10, ngo-1952

e-Norway

eYurophu

Wacela ukuyeka [1]
2 u-Dag

Hammarskjöld


KuTshazimpuzi ngomhla we-10, ngo-1953 –
NgeyomSintsi ngomhla we-18, ngo-1961

e-Sweden

(eYurophu)

Wasutywa kukufa ngengozi yebhanoyi   ikumaNtla eRhodesia (nebizwa ngokuba yiZambia kungoku nje) [2]
3 u-U Thant KweyeNkanga ngomhla wama-30, ngo-1961       

kweyoMnga ngomhla wama-31, ngo-1971

e-Burma

e-Asia

Wathatha umhlala-phantsi emva kokugqiba kwakhe umjikelo wesibini ngezizathu ezufuna yena
[3]
4 u-Kurt Waldheim KweyomQungu ngomhla woku-1, ngo-1972 –

KweyoMnga ngomhla wama-31, ngo-1981

e-Austria

eYurophu

AmaTshayina akukhaba ukubamba kwakhe esi sikhundla ityeli lesithathu
[4]
5 u-Javier Pérez de Cuéllar KweyomQungu ngomhla woku-1, ngo-1982 –

KweyomNga ngomhla wama-31, ngo-1991

e-Peru

kumZantsi Melika

Kwaliwa ukuba abambe ityeli lesithathu [5]
6 u-Boutros ngu-Boutros-Ghali kweyomQungu ngomhla woku-1,            -ngo-1992 –

kweyomNga ngo-31, 1996

e-Egypt

e-Afrika

Kwaliwa eMelika ukuba makabaambe ityeli lesibinierican
[6]
7 u-Kofi Annan kweyomQungu ngomhla woku-1, ngo-1997–

kweyomNga ngomhla wama-31, ngo-2006

e-Ghana

e-Africa

[7]
8 u-Ban Ki-moon ngeyomQungu ngomhla woku-1, ngo-2007–
KumZantsi Korea

e-Asia

[8]

References[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]