UMichalongelo

Livela
Miguel Ángel

Michelangelo di Lodovico Buonarroti SimoniCite error: Invalid parameter in <ref> tag, owaziwa ngoMichelangelo, ngumTaliyane wexesha phakathi kweminyaka ye-14 yeenkulungwane ukuya kwi-17 lenkulungwane yeminyaka umzobi, umxhonkxi, architect, imbongi, kwanenjineli. Into awayesoyanyaniswa nayo uLeonardo da Vinci, wayesoloko ebizwa nge"ndoda yenguqulelo" into ethetha okokuba wayenesiphiwo engumpondozihlanjiwe iminyaka emininzi.

UMichelangelo uphile ubomi exakeke ngendlela emangalisayo, esenza imisebenzi yezandla emininzi nemikhulu. Inxalenye yemisebenzi kaMichelangelo iphakathi kweyona misebenzi yodumo eythi yenziwa. Iquka imisebenzi edume kunene yemifanekiso eqingqiweyo emibini eluhlobo lwemayibhile, IPieta eSaint Peter's Basilica nokaDavid owakhe wema kwipizza eFlorence kodwa kungoku nje ukwiAccademia Gallery. Eyona mizobo yakhe yodumo y ifrescos, i Sistine Chapel iCeiling kunye ne Last Judgement. Owona msebenzi wakhe waziwayo y iarchitecture usekupheleni kwempuma nedomeem yeSaint Peter's Basilica.

Ininzi ke into eyaziwayo ngobomi bukaMichelangelo kuba washiya iileta ezininzi , imibongo kunye neejenali. Ngenxa yodumo lwakhe olukhulu, wabayiartist yokuqala ukuba ne mbali engaye (ibali ngobomi bakhe) ethe yapapashwa esaphila.[1] His biographer, Giorgio Vasari, said that he was the greatest artist of the Renaissance. Maxa wambi wayebizwa ngokuba nguIl Divino ("umdali").[2] Ezinye iiartists zithi wayeneterribilità, (imisebenzi yakhe yayinefuthe elimandla lemvakalelo ngokokude yoyikeke). Amagcisa amaninzi athi akuwubona umsebenzi wakhe akhe azama ukwenza olu vakalelo kweyawo imisebenzi.. Kulo mbono weterribilità kwathi kwaphuma uhlobo lobugcisa ekuthiwa yi[Mannerism]].

Ubomi bakhe[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ebuntwaneni bakhe[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

UMichelangelo wazalelwa ngomhla wesi-6 kweyoKwindla ngo-1475 eCaprese kufuphi neArezzo, eTuscany.[3] Uyise yayinguLodovico di Leonardo di Buonarroti di Simoni, unina yena inguFrancesca di Neri del Miniato di Siena.[4] AmaBuonarrottis yayingabantu bosapho lwaseFlorence olubhankishayo. Babethi bayinzalelwane yezinhanha zeCountess Matilda yaseCanossa. Uyise kaMichelangelo wayilahla imali yebhanki ezinzi, waza ke wasebenzela urhulumente wengingqi edolophini yaseChiusi. Wathi esengumntwana, usapho lwakhe lwabuyela emva eFlorence. Kwathi kuba wayesoloko enkenenkene ngokwempilo, uMichelangelo wathunyelwa kwifama encinane ukuba ayekuhlala kuyo ehamba nesarha yokusika amatye, umkakhe kunye nosapho. [4] Isarha yamatye yasebenza kwinkwali yee mayihlile yayiyekayisekaMichelangelo. Kwiminyaka emininzi emva koko uMichelangelo wathi izinto ezimbini ezithe zamnceda ukuze abe ngumpondozihlanjiwe wegcisa kukuzalwa kwakhe kwilali yaseArezzo, ilali enobubele nenkathalo, kwanokukhuliswa kumzi house apho, ukukhuliswa khe ngobisi lwendlezane, kwakuhambelana nokuniqeqeshwa kwakhe ekusebenziseni ichisel nesando.[3] unisa wabhubha eseneminyaka esixhenxe qwaba.

Waza ke ngoko uyise kaMichelangelo wambuyisela eFlorence waza wamthumela kumfundisi-ntsapho uFrancesco da Urbino ukuba aye kufunda, .[3][5] Akazange abenamdla kwizifundo zakhe uMichelangelo . Wahlola iicawa ezinkulu zesi sixeko, waza wazoba imifanekiso yeendonga wathi wazibona apho.[5] Wathi xa aminyaka ilishumi nantathu ubudala, waziswa njengomzobi apprenticed to the painter Domenico Ghirlandaio.[6] Ghirlandaio had a large busy studio. He had rich patrons who worked for the Medici. He painted frescos in their family chapels. Michelangelo was able to learn the art of fresco painting very well, from Ghirlandaio. In a large workshop such as Ghirlandaio’s, artists would have been working in all sorts of different media, including sculpture, metalwork and painting altarpieces. Michelangelo would have learned about all these things. When Michelangelo was only fourteen, his father persuaded Ghirlandaio to pay his apprentice as an artist, which was highly unusual at the time.[7]

  1. Michelangelo. (2008). Encyclopædia Britannica. Ultimate Reference Suite.
  2. Emison, Patricia. A (2004) Creating the "Divine Artist": from Dante to Michelangelo Brill ISBN 9789004137097 
  3. 3.0 3.1 3.2 J. de Tolnay, Ubutsha bukaMichelangelo, 11
  4. 4.0 4.1 C. Clément, Michelangelo, 5
  5. 5.0 5.1 A. Condivi, The Life of Michelangelo, 9
  6. R. Liebert, Michelangelo: A Psychoanalytic Study of his Life and Images, 59
  7. C. Clément, Michelangelo, 7