UMarvin Gaye

Livela

UMarvin Gaye wazalwa enguMarvin Pentz Gay, Jr.ngoTshazimpuzi ngomhla wesi-2, ngo1939 – April 1, 1984)waye eyimvumi ekwangumbhali weengoma.

UGaye wabanegalelo elikhulu ekubundukeni isandi samacwecwe ase Motown eengoma ngeminyaka yoo1960s iingoma ezazinesandi esitshisayo, zibandakanya i"How Sweet It Is (To Be Loved By You)" kunye ne"I Heard It Through the Grapevine", kwakunye nengoma apho acula kunye noMary Wells, Kim Weston kunye noTammi Terrell, kamva wafuna itayitilewangu "Prince of Motown" nezithi "Prince of Soul". ngeminyaka yoo1970, washicilela oobhazabhaza abathi What's Going On kunye nethi Let's Get It On waza waba ngomnye wabadlali abaphambili bokuqala eMoton ukuqhephuka kwinkampani yayo evelisa umculo. ee Amacwecwe kaGaye amva enza ifuthe kwiingoma ezininzi eeR&B neesubgenre, ezifana noquiet storm kunye noneo-soul.[1] Emva kwethuba ebhacele irhafu eYurophu tax exile ekuqaleni kweminyaka yoo1980s, uGaye ukhuphe ingoma etshisayo ngo1982 eyamtsho waphumelela iimbasa ekuthiwa yiGrammy Award-winning kubhazabhaza wakhe wecwecwe ngenxa yengoma yakhe ethi"Sexual Healing" kunye nethi Midnight Love.

Wantlamfazwa nguyise ngembululu nguyise, uMarvin Gay, Sr. ngomhla woku-1 kuTshazimpuzi, ngo1984, kwikhaya labo kwisithili saseWest Adams saseLos Angeles.[2][3] Emva kokukudlula kwakhe emhlabeni, UGaye uwongwe amaxesha ngamaxesha ngamaziko amaninzi, kuquka imbasa yeGrammy Lifetime Achievement Award, eyeRhythm and Blues Music Hall of Fame kunye neyeRock and Roll Hall of Fame.[4]

eWashington, D.C.'s Columbia Heights apho wayefunda khona uMarvin Gaye kuseCardozo High School, kude kufutshane nasebukhelwaneni baseDeanwood apho wakhulela khona

UMarvin Gaye wazalwa enguMarvin Pentz Gay, Jr ngekaTshazimpuzi, ngomhla wesi-2, ngo1939 eWashington, D.C., ezalwa ngumfundisi wezakwalizwi uMarvin Gay, Sr., kunye nomsebenzi wasemakhitshini uAlberta Gay (intombi yakwa Cooper). Ikhaya lakhe lokuqala lalise1617 First Street SW, kwiibhloko ezimbalwa phambi kokuba ufike kumlambo iAnacostia. Isitalato sokuqala ebumelwaneni sasibizwa ngokuba yi"Simple City" ngenxa yokokuba yayisisixeko"esingangesiqingatha, isiqingatha selizwe". Wathi xa kanye ayinkwenkwana eselula uGaye, lwafudukela kwindawo eseDeanwood kumntla-mpuma weD.C. UGaye wayengumntwana wesibini kubantwana bakayise ekwangumntwana wesithathu kubantwana abathandu babonke. Unoodade wabo ababini: uJeanne noZeola, kunye nabafowabo abathathu: uMichael Cooper, uFrankie Gaye kunye noAntwaun Gaye.[5] UMichael Cooper waye sisizananina, ukanti yena uAntwaun yena waye elivezandlebe wayefunyenwe yindoda ngaphandle komtshatos.[5]

UGaye waqala ukucula eminyaka mine qwaba ezelwe; uyise ethanda ukumkhapha emsa apho wayeyakudlala khona ipiano. UGaye kunye nekhaya lakhe babeyinxalenye yecawa yamaPentecosti eyaziwa ngokuba yiHouse of God. IHouse of God yayizithatha kumaHebhere icawa yobupentecosti iimfundiso zayo, apho kwakushunyayelwa ukuziphatha okukuko, kwaye kuthptyelwa konke okubhalwe kwiTestamenteTestamente endala nakwiTestamente entsha. UGaye waya ekhulelwa luthando lomculo esemncinane waza wakhuthazeka ukuba aqhubele phambili nomculo njengobizo lwakhe emva kokucula kumdlalo weqonga esikolweni. Ubomi bakhe basekhaya yayibubomi "bokutywatyushwa nokumorhozwa ebethwa" nguyise, owayembethela yonke into engalunganga ayenzileyo. wayekuchaza ukuhlala emzini kayise njengento efana nqwa "nokuhlala nekumkani, a very peculiar, changeable, cruel and all powerful king".Template:Sfn He felt that had his mother not consoled him, and encouraged his singing, he would have killed himself.Template:Sfn His sister later explained that Gaye was beaten often, from age seven well into his teenage years.Template:Sfn

Gaye attended Cardozo High School and joined several doo-wop vocal groups, including the Dippers and the D.C. Tones.Template:Sfn Gaye's relationship with his father worsened during his teenage years as his father would kick him out of the house for what he perceived was misbehavior. Following an argument in which he stood up against his father, Gaye walked out of the house for good and dropped out of high school.Template:Sfn With dreams of being a pilot, 17-year-old Gaye enlisted in the United States Air Force as a basic airman.Template:SfnTemplate:Sfn Disappointed in having to perform menial tasks, he faked mental illness and was discharged shortly afterwards.Template:Sfn Gaye's sergeant stated that he refused to follow orders.Template:Sfn[6]

  1. Weisbard, Eric; Marks, Craig (October 10, 1995) Spin Alternative Record Guide (Ratings 1–10) (1st edi. ed.) New York, NY: Vintage Books pp. s. 202–205 ISBN 0-679-75574-8 OCLC 32508105 retrieved 2013-12-24 
  2. "Marvin Gaye House" retrieved June 18, 2012 
  3. "Dial Them For Murder" Los Angeles Magazine January 1998 retrieved September 13, 2012 
  4. "Marvin Gaye Timeline" The Rock and Roll Hall of Fame January 21, 1987 retrieved December 23, 2010 
  5. 5.0 5.1 "Gaye's second wife calls play 'completely and utterly exploitative'" February 16, 2013 retrieved February 17, 2013 
  6. "Marvin Gaye No Military Hit" September 13, 2005 retrieved December 23, 2010