UKwindla

Livela
umbala wegqabi lomthi wenyhobhanyhobha, imapule eKwindla.

UKwindla, olubizwa ngokuba sisiwo emantla eMerika, lelinye lamaxesha amane onyaka. UKwindla lubonisa utshintsho phakathi kwehlobo nobusika, ngoSeptemba (kumazwe asemaNtla) ngoMatshi (kumazwe asemaZantsi) xa ubusuku buqala msinyane namaqondo obushushu esihla ngamandla. Olona phawu loKwindla kukuwa kwamagqabi emithini.  

Iireferensi[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]