UKurt Gödel

Livela
uKurt Gödel

UKurt Gödel wazalwa ngomhla mwama(28 kuTshazimpuzi ngo1906 eBrno, neyayisakuba yiAustria-Hungary]], ngoku yirhiphabhlikhi yaseCzech waza wasweleka ngomhla we-14 kweyomQungu ngo1978 ePrinceton, New Jersey) wayengumlogician, ekwayimathematician, nefilosofa

ifuthe lakhe[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Abanye abantu bacinga okokuba uGödel wayengomnye welogicians ezibonakalyo ngalo lonke ixesha. umsebenzi kaGödel ubenefuthe elingummangaliso kwiingcinga zesaynsi nezefilosofi kwiminyak ayenkulungwane yama20. Abantu abaninzi, abafana noBertrand Russell, uA. N. Whitehead, kunye noDavid Hilbert, bazama ukusebenzisa ilogic neset theory ngelo xesha. Babefuna ukuqonda kakuhle imvelaphi yeziBalo.

Udumo lwakhe[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

UGödel waziwa kakhulu ngeeincompleteness theorems zakhe ezimbini. Ezi theorems zathi zapapashwa ngo1931. Wayeneminyaka engama-25 ubudala ngoko, kwaye wayesanda kugqiba izifundo zakhe kwinqanaba ledoctorate kwiUniversity yase Vienna kumnyaka ongaphambi koko.

Udumo lwezi theorems zimbini luthi ukuba iinkqubo zeaxiomatic ezithi gqolo zimna'ukuvela zinamandla ngokwaneleyo ukuze zizichaze ngokwazo, kuyakuba kho izinto eziyinyaniso kwezo nkqubo ezingenakungqinwa apha kwinkqubo ngokwayo.