Jump to content

UHlakahlisombulu

Livela

I Information System eya kuqhawulwa ngokuba yi (IS ) kweliphepha yinkqubo esesikweni, yentlalontle, yentlangano eyilelwe ukuqokelela, ukucubungula, ukugcina nokusasaza ulwazi . [1] Ukusuka kwimbono ye-sociotechnical, iinkqubo zolwazi zenziwe ngamacandelo amane: umsebenzi, abantu, isakhiwo (okanye iindima), kunye neteknoloji. [2] Iinkqubo zolwazi zinokuchazwa njengokudityaniswa kwamacandelo okuqokelela, ukugcinwa nokusetyenzwa kwedatha apho idatha isetyenziselwa ukunika ulwazi, igalelo kulwazi kunye neemveliso zedijithali eziququzelela ukwenziwa kwezigqibo .

Kukho iintlobo ngeentlobo zeenkqubo zolwazi, umzekelo: i transaction processing system, i decision support system, i knowledge management system, i learning management system, i database management system kunye office management system. Eyona nto ibalulekileyo kwiinkqubo ezininzi zolwazi bubuchwepheshe bolwazi, obudla ngokuyilwa ukuze abantu benze imisebenzi apho ingqondo yomntu ingayilungelanga kakuhle, efana: nokuphatha ulwazi oluninzi, ukwenza izibalo ezintsonkothileyo, nokulawula iinkqubo ezininzi ngaxeshanye.

  1. Piccoli, Gabriele; Pigni, Federico (July 2018) Information systems for managers: with cases (4.0 ed.) Prospect Press p. 28 ISBN 978-1-943153-50-3 retrieved 25 November 2018 
  2. O'Hara, Margaret; Watson, Richard; Cavan, Bruce (1999) "Managing the three levels of change" Information Systems Management 16 (3): 64 doi:10.1201/1078/43197.16.3.19990601/31317.9 retrieved 25 November 2018