UHans Christian Andersen

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search
HCA 1836 by C.A. Jensen.jpg

UHans Christian Andersen (2 uEpreli 1805 - 4 Agasti 1875), wayengumbhali waseDenmark. Amaninzi amaninzi awawubhalayo aguqulelwe ngeziilwimi ezili-125. Amanye amabali akhe adumile aveliswe njengemidrama, idansa ye-ballet kunye namafilimu.