Thomas Sankara
uThomas Isidore Noël Sankara | ||
Ilizwe lalke ngokuzalwa: | Burkina Faso | |
Indawo azalelwe kuyo kukufa: | 21 ka December 1949 | |
Umhla wokuzalwa kwakhe: | Burkina Faso |
uThomas Isidore Noël Sankara wazalwa nge 21 ka December 1949 wasweleka ngomhla we 15 ka October 1987 wayeli jhoni kanye nomguquli waphinda wabangu mongameli lelizwe lase Burkina Faso usukela ku 1983 - 1987. ebonwa ngabalandeli bakhe engumntu ophakamisa inguquko, kwaye waziwa eng Che Guevara wase Africa
uSankara wathata iskhundla ngo 1983 elandelwa ngesininsi ngabantu bebesusa urhulumente wangelo xesha, bezimisele ukususa urhwaphilizo nomyalelo wama Frentshi.Ngokukhawuleza waqala yona nkqubo eyeyizimisele ukutshintsha eyoluntu nezo qoqosho yake yazamwa elizweni lase Africa. Ukubonisa olutshintsho wajika igama ilizwe kusuka ku Upper Volta ibe yi Burkina Faso (ilizwe labantu abalungileyo)
imigaqo-nkqubo yakhe yayi gxila ku thintela indlala ukulima uzimele ngokwakho, nobuyisa umhlaba, exgilela kwimfundo waqhuba iphulo sesakhono sokubala nokufunda