Tembeka Ngcukaitobi

Livela

Thembeka Ngcukaitobi (25 December 1979) Indoda le yayiliqwetha loMzantsi Afrika,engumthethi sidlangalaleni,engumbali wencwadi,elwela nenkulo yelizwe .Ebekwalilungu le South African Land Reform.Kunencwadi awayibhalayo ethi The land is ours (umhlaba ngowethu) apho athetha ngolawulo leqela eliphetheyo iANC .Uphinda umve unkabi ethetha ngamagqwetha okuqala amnyama nangendle ayeziphathe ngayo.Utembeka lo waye lilungu leqela labaphikisayo iEconomic Freedom Fighter.Wayekhona ngexesha iqela leEFF lifuna kutshutshiswe abantu enkantolo ephakamileyo yeaseMantla Rhawuti.Wayenesidanga seLLB(Unitra),LLM(Rhodes),LLM(London school of economics).Ngoku ungumpha wamagqwetha amakhulu angaphandle alwela amlungelo abantu abavotayo baseZwimbmbwe .Ukwangomnye wabantu abakha iqela eliphikisayo iEconomic Freedom Fighter [1].

Reference[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. https://www.timeslive.co.za/news/south-africa/2019-05-24-advocate-tembeka-ngcukaitobi-set-to-become-a-senior-counsel/