Teboho MacDonald Mashinini

Livela

Teboho "Tsietsi" MacDonald Mashinini usweleke kabuhlungu ngendlela embi ngo 1990 ,umzimba wakhe ubuso bakhe bonakele kabuhlungu, iliso lakhe lasekunxele ,liye laphuma kwibhokisi yakhe lyokuncwaba,ebesopha kakhulu,.enamanxeba akhe ebe nzulu kwi bunzi lakhe.UMashinini uswelekele esibhedlela emvake ntsuku engenisiwe.

Tebogo Mashinini MacDonald Mashinini "Tsietsi" ngowase Orlando Central western Jabavu soweto south africa. Ebe lilungu eliphambili labafundi kumabanga aphantsi e Soweto uprising.

Ngo /June/16 /1976 e soweto ilizwe liye laphasalaka ngengxa yocalucalulo lwabantsundu elalexinizelelwa kwi bantu education.

Indaba zeli zasasaza ukuba olugcinizelelo lweliozwe laphelela ekubulaweni abantu abaninzi. U Tsietsi ungcwatyelwe kumanngwaba ase Avalon soweto[1]

Ebelilulngu eliqavileyo kwipolitiki myolutsha ngo 1976/061/16 e Soweto kwilizwe lo Mzantsi Afrika.

nkombha[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]